Nobathembumabeka

Ndicela ntony’ endifuna yona
Mna ndihlale kuwe
Ndicela ntony’ endifuna yona
Mna ndihlale kuwe



Hayibo ndicela lent’ inye mna
Ndifuna lentinye mna
Yesu ndihlale kuwe.
(Ndicela ntonye endufunayo mna
Ndihlale kuwe)

Ingxaki yam andinaw’ amandla
Yesu mna ndicela kuwe
(Andinawo amandla Yesu mna
Ndicela kuwe)
Hayibo amandla awekho bo
Amandla awekho bo mna ndicela kuwe
(Andinawo amandla Yesu mna
Ndicela kuwe)

Hayi Ndicela kuwe
(Ndicela kuwe)
Hayi Ndicela kuwe
(Ndicela kuwe)
O Ndicela kuwe
O Ndicela kuwe

Andinaw’ amandla
Andinaw’ amandla
Endleleni ndiyoyiswa
Oh hamba nam
Hamba nam
Hamba nam
Ndicela kuwe

(Chorus)

1 COMMENT

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here